Tellaman - #UyabiwaSundweba lyrics

Published

0 349 0

Tellaman - #UyabiwaSundweba lyrics

Bendicel'u understand(e) ukuba Wena ungu Khwapheni ndiyakuba Suphum'izithuba, liyeza elakhw'ithuba Okwangoku ndise busy no 560 siya bond(a) Yeah girl, you miss me ndiyayi qonda Kodwa ntombazana ndicel'uzibambe Linda umam'ekhaya ade ahambe Andizange ndik'fihlele uqala kwethu ukudibana Ndatheth'inyani ndak'xelela ndiya thandana Now baby girl ndiya bhideka xa usithi Mandikhethe phakathi kwakho no 560 Une aw'thi yakho xa ndi-busy hoya yona Iding'iskhathi sakho sweety ifun'ukubona Asikagqibi nenyanga sibana But iskhathi es'bhaya siya xabana Ngob'ukhweletela itsheri ofike ndijola nayo Why uthand'izinto ezixoxisayo If uqal'uchuku sonk'iskhathi u-560 awukazo mshiya Umntu makahoye indawo yakhe zang'undive ndisithi kuwe yohlukana no Siya Baby girl sukundweba uyabiwa Wena kumel'uvuye kub'iskhathi uyas'phiwa Sibe sininzi xa u-fasty engekho Andikwazi uhlala nawe okwangoku ndibethwa yimeko Bendicela unyamezele xa emkile ndizok'biza Ndizo send'i SMS ndik'xelele ukuba yiza Sizohlala sobabini nob'intsuku zingaphi Okwangoku bendicela i-calls zakho zingabi Yinto ebangela ndiqunjelwe Sufuna ud'uxelelwe Ukuba u-fasty uyamhlupha Ukuba uyandikhethisa baby girl uzandi loser Kuba u-fasty ndizomkhetha wena girl andizok'choose(a) Here's the link to this track ---> www.kasimp3.co.za/98111