Simphiwe Dana - Bambolwam lyrics

Featuring ,

Published

0 304 0

Simphiwe Dana - Bambolwam lyrics

[Repeat x4] Ndikuthanda njalo dali wam Ndikuthanda njalo Ulubambo lwam Uyinto yonke kum Ndikuthande njalo Njalo Bamb' isandla sam Uyinto yonke kum Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ngeke ndikushiye noma nini na Noba bangathini na Bamb' isandla sam Uyinto yonke kum Ndikuthande njalo Njalo Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Ulubambo lwam Sohlala silibheka litshon' ilanga Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Kuyophela imilambo Nelanga lingatshoni Ngaphambi Koba ndikushiye Ulubambo lwam (x2) Sobabini nge' sihluwe lutho Sobabini s'thandwa sam Uzundithembe Ngeke ndikulahle Ulubambo lwam (x2) Ngeke ndikushiye noma nini Noba bangathini Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo Ulubambo lwam Sohlala silibheka litshon' ilanga Ulubambo lwam Bamb' isandla sam Ndikuthande njalo